• Open Daily: 10am - 10pm
    Alley-side Pickup: 10am - 7pm

    3038 Hennepin Ave Minneapolis, MN
    612-822-4611

Open Daily: 10am - 10pm | Alley-side Pickup: 10am - 7pm
3038 Hennepin Ave Minneapolis, MN
612-822-4611
Iziyaca: Ingqokelela yemi bongo

Iziyaca: Ingqokelela yemi bongo

Paperback

General Poetry

ISBN10: 1779314787
ISBN13: 9781779314789
Publisher: Mwanaka Media and Publishing
Published: Sep 18 2023
Pages: 112
Weight: 0.31
Height: 0.23 Width: 5.83 Depth: 8.27
Language: Xhosa

Kum ke ingaba ithetha ukuthini yonke le ntshwaqane? Njengoko imibhalo nge mibhalo endiyikhuphe ngesi Ngesi ibhentsisile, kuye kwakhona ukulahleka okuthile apha kulo mntu undim. Ngenxa yezi zathu ezi thile endizibaluleyo kuma qonga nga maqonga, zizathu endingenalo ixesha loku ngena kuzo ngoku, ndiye ndafuna ukubunikela umva ubuntu nobu Afrika bam. Le mibongo ke, njenge ziyaca, iye yandi rhintyela ngoku mandla. Ndine mincili egqithileyo ke ukubeka lembiza yo mxoxozi phambi kwenu. Ndine themba lokuba omnye nomnye uya kuzuza lukhulu.

Also from

Xhegwana, Sithembele Isaac

Also in

General Poetry